Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke ububi babo buseGiligali; kuba ndaqala ukubathiya khona. Ngenxa yobubi beentlondi zabo, ndiya kubagxotha endlwini yam; andiyi kuphinda ndibathande; bonke abathetheli babo baziinjubaqa.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 9

imbono Uhoseya 9:15 kwimeko