Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 8:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imibingelelo yezipho zam bayayibingelela, bayidla ngokwenyama; ke àyakholeka kuYehova; ngokunje uya kubukhumbula ubugwenxa babo, azivelele izono zabo; baya kubuyela bona eYiputa.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 8

imbono Uhoseya 8:13 kwimeko