Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 3:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni koko baya kubuya oonyana bakaSirayeli, bamquqele uYehova uThixo wabo, noDavide ukumkani wabo; baye benkwantya kuYehova, nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 3

imbono Uhoseya 3:5 kwimeko