Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba oonyana bakaSirayeli baya kuhlala imihla emininzi bengenakumkani, bengenamthetheli, bengenambingelelo, bengenasimiso samatye, bengenaefodi* namilonde-khaya.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 3

imbono Uhoseya 3:4 kwimeko