Liya kusiwa eAsiriya nalo, libe ngumnikelo kukumkani uYarebhi;* uEfrayim uya kubanjwa kukudana, adane uSirayeli ngenxa yecebo lakhe.