Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhoseya 1:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi likaYehova elafika kuHoseya unyana kaBheri, ngemihla kaUziya, kaYotam, ka-Ahazi, kaHezekiya, ookumkani bakwaYuda; ngemihla kaYarobheham unyana kaYowashe, ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhoseya 1

imbono Uhoseya 1:1 kwimeko