Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhabhakuki 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kuma emboniselweni yam, ndizibeke phezu kwenqaba, ndibonisele, ukuba ndiyibone into aya kuyithetha kum, nento endiya kuphendula yona ngenxa yesimangalo sam.

funda isahluko epheleleyo Uhabhakuki 2

imbono Uhabhakuki 2:1 kwimeko