Testamente Endala

Testamente Entsha

Udaniyeli 4:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kugxothwa ebantwini, libe kumarhamncwa asendle ikhaya lakho, udliswe utyani njengeenkomo, kudlule phezu kwakho amaxesha amisiweyo asixhenxe, ude wazi ukuba Osenyangweni unegunya ebukumkanini babantu, ebunika lowo athanda ukumnika.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 4

imbono Udaniyeli 4:32 kwimeko