Testamente Endala

Testamente Entsha

Intshumayeli 11:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Vuya, ndodana, ebutsheni bakho, ikuchwayithise intliziyo yakho ngemihla yobudodana bakho, uhambe ngeendlela zentliziyo yakho, nangokukhangela kwamehlo akho; kodwa yázi ukuba ngenxa yezo zinto zonke uThixo uya kukusa ematyaleni.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 11

imbono Intshumayeli 11:9 kwimeko