Testamente Endala

Testamente Entsha

Ingoma Yazo Iingoma 8:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Akwaba ubunjengomnakwethuObesanya amabeke kama!Bendingathi, ndíkufumene phandle, ndikwange,Bangàndideli noko.

2. Bendiya kukuqhuba, bendiya kukusa endlwini kama;Ubuya kundifundisa.Bendiya kukuseza iwayini eqholiweyo,Nencindi yomrharnate wam.

3. Isandla sayo sokhohlo besiya kuba phantsi kwentloko yam,Esokunene sayo sindiwole.

4. Zintombi zaseYerusalem, ndiyanifungisa,Ningáthini na ukuluvusa, ningáthini na ukuluvuselela uthando,Lude luthande?

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 8