Khawundixilele, wena uthandwa ngumphefumlo wam,Walúsela phi na? Ùyibuthisa phi na imihlambi emini enkulu?Ngokuba kungani na ukuba ndibe njengogqubutheleyoNgasemihlambini yamakholwane akho?