Ukuzuza ubuncwane ngolwimi oluxokayoNgumphúnga ophephethekayo wabafuna ukufa.Ukubhuqa kwabangendawo kuyabaqweqwedisa;Ngokuba àbavumi ukwenza okusesikweni.