Testamente Endala

Testamente Entsha

Ilevitikus 7:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba bonke abalidlayo inqatha lezinto ezizitho ziné, abazisondezileyo zaba kukudla kwasemlilweni kuYehova, loo mntu ulidlayo wonqanyulwa, angabikho ebantwini bakowabo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 7

imbono Ilevitikus 7:25 kwimeko