Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 94:10-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Umthethisi weentlanga akayi kohlwaya na,Ulofundisa abantu ukwazi?

11. UYehova ngumazi weengcinga zabantu,Ukuba zingumphunga.

12. Hayi, uyolo lwendoda oyithethisayo, Yehova,Oyifundisayo ngomyalelo wakho;

13. Ukuba uyizolise eziminini zobubi,Ade ambelwe isihogo ongendawo.

14. Ngokuba uYehova akabalahli abantu bakhe,Akalishiyi ilifa lakhe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 94