Kungekazalwa zintaba,Ùngekavelisi mhlaba, nazwe limiweyo,Kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni, wena unguThixo.