Ùya kuyenzela abafileyo na imisebenzi ebalulekileyo?Kuya kuvuka abangasekhoyo, kusini na, babulele kuwe? (Phakamisani.)