Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 7:14-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Yabona, yena unenimba yobutshinga;Ukhawulé ububi, wazala ubuxoki;

15. Umbé umhadi, wawugomba;Weyela esihogweni awasisebenzayo.

16. Ububi bakhe bobuyela entlokweni yakhe,Naselukakayini lwakhe kufike ukugonyamela kwakhe.

17. Ndiya kubulela kuYehova ngokobulungisa bakhe,Ndivume ngendumiso kwigama likaYehova ophezu konke.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 7