Apho bánkwantya benkwantyile, phofu kungekho nto inkwantyisayo;Ngokuba uThixo wawathi saa amathambo omngqingi wakho;Wabadanisa, ngokuba uThixo ebebacekisile.