Kodwa uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni selabafileyo,Ngokuba eya kundithabatha. (Phakamisani.)