Mna ke ndilusizana, ndilihlwempu;INkosi iya kundikhumbulela.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe;Thixo wam, musa ukulibala.