Yiva umthandazo wam, Yehova,Kubekele indlebe ukuzibika kwam.Musa ukuthi tu ezinyembezini zam;Ngokuba ndingumphambukeli kuwe,Undwendwe, njengoobawo bonke.