Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam, ngenxa yokubhavuma kwakho;Akukho kuphila emathanjeni am, ngenxa yezono zam.