Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 22:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo wam, Thixo wam, undilahleleni na?Ùkude ngani na ekusindisweni kwam, nasemazwini okubonga kwam?

2. Thixo wam, ndiyabiza emini, ungaphenduli;Nasebusuku ndiyabiza, andithozanyiswa noko.

3. Ùngcwele ke wena,Ungulohlala ezindumisweni zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 22