Ulokhulisa iintsindiso zokumkani wakhe;Wenzayo inceba kumthanjiswa wakhe,KuDavide, nakwimbewu yakhe kude kuse ephakadeni.