Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 128:2-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

2. Ukuxelenga kwezandla zakho inene ùya kukudla,Ùya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.

3. Umkakho woba njengomdiliya oqhamayoEndlwini yakho ngaphakathi;Oonyana bakho babe njengezithole zomnqumaNgeenxa zonke esithebeni sakho.

4. Yabona, únjalo ukusikelelwa umfoOmoyikayo uYehova.

5. Makakusikelele uYehova eZiyon.Uyibone iYerusalem inenyhwebaYonke imihla yobomi bakho;

6. Ubone abantwana babantwana bakho.Malube luxolo kuSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 128