Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 101:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndiya kuvuma ngenceba nangomgwebo;Ndiya kukubethela uhadi, Yehova.

2. Ndiya kuqiqa indlela yengqibelelo;Ùya kuza nini na kum?Ndiya kuhamba ngengqibelelo yentliziyo yamPhakathi kwendlu yam.

3. Andiyi kubeka phambi kwamehlo amNto inobutshijolo.Ukwenza ngokunxaxha ndikuthiyile,Akuyi kunamathela kum.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 101