Andiyi kubeka phambi kwamehlo amNto inobutshijolo.Ukwenza ngokunxaxha ndikuthiyile,Akuyi kunamathela kum.