Testamente Endala

Testamente Entsha

Igenesis 5:30-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. ULameki wahlala emveni kokuzala kwakhe uNowa iminyaka emakhulu mahlanu anamanci asithoba anamihlanu; wazala oonyana neentombi.

31. Iyonke imihla kaLameki yaba yiminyaka emakhulu asixhenxe anamanci asixhenxe anesixhenxe; wafa ke.

32. Ke uNowa ebeminyaka imakhulu mahlanu ezelwe; uNowa wazala ooShem noHam noYafete.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 5