Lithole lengonyama uYuda;Ùsuké ekuqwengeni, nyana wam,Waguqa, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyamakazi; ngubani na oya kumvusa?