Yuda, abazalwana bakho baya kukudumisa,Isandla sakho sibe sentanyeni yeentshaba zakho;Baya kuqubuda kuwe oonyana bakayihlo.