UAdam wabuya wamazi umkakhe, wazala unyana, wathi igama lakhe nguSete,* kuba wathi, UThixo undimisele enye imbewu esikhundleni sika-Abheli owabulawa nguKayin.