Xa uKayin aya kuphindezelwa kasixhenxe,Yena uLameki uya kuphindezelwa kamashumi osixhenxe anesixhenxe.