Xenikweni uwusebenzayo umhlaba, awusayi kuphinda ukunike amandla awo; ùya kubhadula uphalaphale ehlabathini.