Ngoko ùqalekisiwe emhlabeni, owakhamisé umlomo wawo ukuba ùlithabathe igazi lomninawa wakho esandleni sakho.