Testamente Endala

Testamente Entsha

Iduteronomi 32:50-52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

50. ufele entabeni oyinyukayo, uhlanganiselwe kubantu bakowenu, njengokuba wafayo umkhuluwa wakho uAron entabeni yeHore, wahlanganiselwa kubantu bakowabo;

51. ngenxa yokuba namenezayo kum phakathi koonyana bakaSirayeli emanzini aseMeribha yaseKadeshe, entlango yeTsin, ngenxa yokuba ningàndingcwalisanga phakathi koonyana bakaSirayeli.

52. Ngokuba wolibona ilizwe liphambili, kodwa ungangeni kulo ilizwe endilinika oonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 32