Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 9:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze ukungonyanyelwa koonyana abangamashumi asixhenxe bakaYerubhahali kufike, igazi labo libekwe phezu koAbhimeleki umzalwana wabo, owababulalayo, naphezu kwabemi bakwaShekem, abasomelezayo isandla sakhe, wababulala abazalwana bakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:24 kwimeko