Lathi iqunube kuyo imithi, Ukuba okunene niyandithambisa ndibe ngukumkani wenu, yizani nizímele ngomthunzi wam; ukuba akunjalo, makuphume umlilo equnubeni, uyidle imisedare* yaseLebhanon.