Yehova, ekuphumeni kwakho kwaSehire,Ekunyalaseni kwakho, uvela emhlabeni wakwaEdom,Lanyikima ihlabathi, lavuza nalo izulu;Ewe, amafu avuza amanzi.