Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 5:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Baza bavuma ooDebhora noBharaki, unyana ka-Abhinowam, ngaloo mini, besithi,

2. Ngenxa yokukhokela kweenkokeli,Ngenxa yokuqhutywa kwabantu ziintliziyo zabo,Bongani uYehova.

3. Yivani, bokumkani; bekani iindlebe, zidwangube;Mna lo ndiya kuvuma kuYehova,Ndiya kumbethela uhadi uYehova, uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 5