Testamente Endala

Testamente Entsha

Abagwebi 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi kuye uyise nonina, Akukho nkazana ezintombini zabazalwana bakho, nasebantwini bakowethu bonke na, ukuba nje ude uye kuzeka umfazi kumaFilisti angalukileyo? Wathi uSamson kuyise, Ndízekele yona, ngokuba ndikholiwe yiyo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 14

imbono Abagwebi 14:3 kwimeko