Ekubandezelekeni kwam, ndanqula uYehova,Ndamnqula uThixo wam:Waliva etempileni yakhe izwi lam,Ukuzibika kwam kwafika ezindlebeni zakhe.