Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Ookumkani 9:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Jikela emva kwam. Waxela umlindi, wathi, Uye wafika kubo, ke akabuyi; ke ukuqhuba kunjengokuqhuba kukaYehu, unyana kaNimshi; ngokuba uqhuba ngobudlongodlongo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 9

imbono 2 Ookumkani 9:20 kwimeko