Waya, wema phambi kwenkosi yakhe. Wathi uElisha kuye, Ùvela phi na, Gehazi? Wathi, Úbengayanga ndawo umkhonzi wakho.