Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 2:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamisa amashumi asixhenxe amawaka kuwo aba ngabathwali; namashumi asibhozo amawaka aba ngabasebenzi bemithi, nabaqingqi bamatye ezintabeni; namawaka amathathu anamakhulu amathandathu aba ngabongameli bokusebenzisa abantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:18 kwimeko