Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Izikronike 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon wawabala onke amadoda angawasemzini, abe esezweni lamaSirayeli, emva kokubala awawabala ngako uDavide uyise; afumaneka elikhulu elinamanci amahlanu amawaka, elinesithathu samawaka, anamakhulu amathandathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:17 kwimeko