Yathi indoda leyo kuEli, Ndingulo uvela emkhosini mna, ndisabé emkhosini namhlanje. Wathi yena, Kuhlé ntoni na, nyana wam?