Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Usamuweli 26:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAbhinere, Àkuyiyo ndoda yini na? Ngubani na onjengawe kwaSirayeli? Yini na ke ukuba ungayigcini inkosi yakho ukumkani? Ngokuba kufike ubani wasebantwini, eza konakalisa ukumkani inkosi yakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 26

imbono 1 Usamuweli 26:15 kwimeko