Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 12:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akùbona ke onke amaSirayeli ukuba ukumkani akawaphulaphuli, abantu bambuyisela ukumkani ilizwi elithi, Sinasabelo sini na kuDavide? Àsinalifa kunyana kaYese. Ezintenteni zenu, maSirayeli! Zikhangelele ngoku ngokwakho indlu yakho, Davide! Aya ezintenteni zawo ke amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 12

imbono 1 Ookumkani 12:16 kwimeko