Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 10:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nokudla kwetafile yakhe, nokuhlala kwabakhonzi bakhe, nokuma kwabalungiseleli bakhe, nezambatho zabo, nabangcamli bakhe, nezinyuko zakhe abenyuka ngazo ukuya endlwini kaYehova; akwaba sabakho kuqina kwamxhelo kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 10

imbono 1 Ookumkani 10:5 kwimeko