Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hamba uye kukumkani uDavide, uthi kuye, Wawungamfungelanga na umkhonzazana wakho, wena nkosi yam, kumkani, wathi, USolomon unyana wakho uya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale yena etroneni yam? Kungani na ke ukuba abe ngukumkani uAdoniya?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 1

imbono 1 Ookumkani 1:13 kwimeko